top of page

Kuba sizalelwe umntwana

(2016)

s a t b + djembe

Kwaye qaphelani   

uya kuzalwa nguMariya    

eYerusalem      

yena ke eyintombi            

engaziwanga ndoda,    

exabisekileyo nesisitya 

esonyuliweyo,      

eya kusitheliswa    

ngesithunzi ize      

ikhawulwe ngegunya    

loMoya oyiNgcwele

aze azale unyana, 

kwanaye uNyana kaThixo. 

 

Jonga!  

Kuba sizalelwe umntwana,

sanikwa unyana; 

kwaye ulawulo luya   

kuba phezu kwegxalaba lakhe; 

kwaye igama lakhe liya

kubizwa ngokuba,        

nguMmagaliso, nguMcebisi, 

(nguThixo onaMandla,) 

nguBawo onguNaphakade,  

yiNkosana yoXolo.

And behold

He shall be born of Mary

at Jerusalem

she being        

a pure woman 

a precious

chosen vessel

and then

conceive

by the power of

the Holy Spirit

and bear a son,

the son of God

 

Look!

Because a child is born for us, 

a son is given;

and the government    

will be on his shoulders;

and his name will

be called, 

Wonderful, Counselor,

(The Mighty God,)

The Everlasting Father,

The Prince of Peace.

Language: Xhosa

Text: Isaiah, adapted

Duration: 4:20

Price: $2.00/ea

bottom of page